1 Yeziganeko 14:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uDavide waqonda ukuba *uNdikhoyo umzinzisile wangukumkani kwaSirayeli, eqonda nokuba umbuso wakhe uwuphakamise kakhulu ngenxa yabantu bakhe amaSirayeli.

1 Yeziganeko 14

1 Yeziganeko 14:1-7