1 Yeziganeko 13:6 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide namaSirayeli ewonke waya eBhala kwaJuda (eKiriyati-yarim) ukuze ithathwe khona ityesi kaThixo leyo ibizwa ngegama lakhe uNdikhoyo. Ke yena ungqendeve phakathi *kwezithunywa ezimaphiko.

1 Yeziganeko 13

1 Yeziganeko 13:1-11