1 Yeziganeko 12:8 Ibhayibhile (XHO96)

Namanye kumaGadi awelela kuDavide ngoko asenqabeni yakhe entlango. Yayingamatsha-ntliziyo aqule aligangatha, iinto ezinesandla ngakumkhonto nekhaka. Yayizizinto ezibuso bungwanyalala okwengonyama, izinto ezisantya ngathi yimbabala yentaba.

1 Yeziganeko 12

1 Yeziganeko 12:5-13