1 Yeziganeko 12:38 Ibhayibhile (XHO96)

Onke la yayingamajoni azinikelayo ukuze angene emabuthweni. Wona aya eHebron ezimisele ukuba uDavide amenze ukumkani phezu kwakhe ewonke uSirayeli. Ewe, amaSirayeli xa ewonke jikelele ayemoya mnye wokuba uDavide abe ngukumkani wawo.

1 Yeziganeko 12

1 Yeziganeko 12:31-40