1 Yeziganeko 12:14 Ibhayibhile (XHO96)

La maGadi yayiziingqwayi-ngqwayi zomkhosi, nelona tyutyusi kuwo sasingeyontanga yalo nekhulu, noyena makhonya kuwo engeyontanga yalo newaka.

1 Yeziganeko 12

1 Yeziganeko 12:11-16