Ngengomso xa amaFilistiya aya kuphanga impahla yâbo babewe edabini, afika izidumbu zooSawule noonyana bakhe ziqungquluze apho kuloo ntaba iGilibhowa.