kwanduluka onke amagorha alapho, azithatha izidumbu zooSawule noonyana bakhe, azisa eJabheshe. Emva koko bawathatha amathambo abo, baya kuwangcwaba ngaphantsi komthi omkhulu eJabheshe, baza bazila iintsuku ezisixhenxe.