1 Yeziganeko 1:32 Ibhayibhile (XHO96)

UAbraham wayeneqadi uKetura owazala oonyana abanguZimran, noYokeshan, noMedan, noMidiyan, noIshbhaki, noShuwa. Oonyana bakaYokeshan nguShebha noDedan.

1 Yeziganeko 1

1 Yeziganeko 1:27-42