23. no-Ofire, noHavila, noJobhabhi. Yonke le ke yinzala kaJoketan.
24. Nanku umlibo kaShem: UShem wazala uArpakishadi, uArpakishadi wazala uShela,
25. uShela wazala uHebhere, uHebhere wazala uPelege, uPelege wazala uRewu,
26. uRewu wazala uSerugi, uSerugi wazala uNahore, uNahore wazala uTera,
27. uTera wazala uAbram, lo ukwabizwa ngokuba nguAbraham.
28. Oonyana baka-Abraham nguIsake noIshmayeli.