1 Kwabasetesalonika 5:15 Ibhayibhile (XHO96)

Makungabikho bani ubuyekeza ububi ngobubi, kodwa maxa onke zamani kangangoko ninako ukulungiselelana, nibanceda bonke abantu.

1 Kwabasetesalonika 5

1 Kwabasetesalonika 5:6-19