1 Kwabasetesalonika 4:9 Ibhayibhile (XHO96)

Akukho mfuneko yakuba ndinichazele ngoxanduva lokuthanda amanye amakholwa, kuba kaloku nina ngokwenu uThixo uyanifundisa ukuba nithandane.

1 Kwabasetesalonika 4

1 Kwabasetesalonika 4:2-17