1 Kwabasetesalonika 2:8 Ibhayibhile (XHO96)

Bendinithanda kangangokuba andanelanga nje kukunishumayeza ngeendaba ezimnandi zikaThixo, koko ndazinikela mna siqu ngenxa yenu. Bendinithanda ke khona!

1 Kwabasetesalonika 2

1 Kwabasetesalonika 2:4-10