1 Kwabasetesalonika 2:15 Ibhayibhile (XHO96)

lawo ayibulalayo iNkosi uYesu *nabashumayeli, nathi ngokwethu asigxotha. Lawo ke ngamaJuda angayikhathalelanga intando kaThixo, aziintshaba zoluntu.

1 Kwabasetesalonika 2

1 Kwabasetesalonika 2:9-18