1 Kwabasetesalonika 2:13 Ibhayibhile (XHO96)

Nasi esinye isizathu esibanga ukuba ndingaphezi ukumbulela uThixo: nathi sakuba siniphathele udaba lukaThixo, nalwamkela. Analwamkela ngokodaba nje lwabantu, koko nalwamkela njengoko lunjalo, lulilizwi likaThixo elisebenzayo kuni nina nikholwayo.

1 Kwabasetesalonika 2

1 Kwabasetesalonika 2:6-16