1 Kwabasetesalonika 2:10 Ibhayibhile (XHO96)

Niyangqina nani, nditsho noThixo ngenkqu ulingqina ngendlela ebendihlala ngayo ndikholekile, ndililungisa, ndingabekwa bala phakathi kwenu makholwa.

1 Kwabasetesalonika 2

1 Kwabasetesalonika 2:1-16