1 Kwabasekorinte 9:27 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiwuphatha gadalala umzimba wam, ndiwuqhelisa, ukuze uhlale ulawuleka; hleze ndithi ndakuba ndibashumayezile abanye, mna ngokwam ndingamkeleki.

1 Kwabasekorinte 9

1 Kwabasekorinte 9:20-27