1 Kwabasekorinte 9:25 Ibhayibhile (XHO96)

Nabani na ozigqatsayo kukhuphiswano uba phantsi kwengqeqesho engqongqo. Le nto uyayinyamezela khon' ukuze afumane isithsaba esibunayo. Kodwa thina siyenza siza kuzuza isithsaba esingagugiyo.

1 Kwabasekorinte 9

1 Kwabasekorinte 9:22-27