1 Kwabasekorinte 9:24 Ibhayibhile (XHO96)

Nani niyazi ukuba kukhuphiswano lweembaleki baba baninzi abazigqatsayo, kodwa mnye kuphela kubo ozuza imbasa. Nani ke balekelani ukuze nifumane imbasa.

1 Kwabasekorinte 9

1 Kwabasekorinte 9:18-25