1 Kwabasekorinte 9:23 Ibhayibhile (XHO96)

Le nto xa iyonke ndiyenza ngenxa yeendaba ezimnandi, khon' ukuze ndibe nenxaxheba kwiintsikelelo ezifumaneka ngenxa yazo.

1 Kwabasekorinte 9

1 Kwabasekorinte 9:21-27