1 Kwabasekorinte 9:22 Ibhayibhile (XHO96)

Xa ndiphakathi kwabantu abasephantsi kwesithethe ndiba njengabo, ukuze ndibazuze. Ngoko ke ndiba zizinto zonke kubantu bonke, ukuze ndiyisindise inxalenye yabo xa kunokwenzeka.

1 Kwabasekorinte 9

1 Kwabasekorinte 9:15-27