1 Kwabasekorinte 9:13 Ibhayibhile (XHO96)

Anazi na ukuba abo basebenza *endlwini kaThixo baphila kwayiyo, baze abo benza amadini eqongeni lamadini bafumane isabelo kuloo madini?

1 Kwabasekorinte 9

1 Kwabasekorinte 9:7-20