1 Kwabasekorinte 8:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ngenxa yale nto ke ndithi: Ukuba ukutya kuyamkhubekisa umwethu, andisayi kutya nyama naphakade, ukuze ndingamkhubekisi umwethu.

1 Kwabasekorinte 8

1 Kwabasekorinte 8:5-13