1 Kwabasekorinte 8:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ke ngoku malunga nokutyiwa kwenyama yedini elenzelwa *izithixo: Kakade sonke “sinolwazi,” njengoko kusitshiwo, kodwa olu “lwazi” lungenza ukuba umntu akhukhumale, kanti uthando lona luyakha.

2. Umntu oba unolwazi, okunene akakabi nalo ulwazi olululo.

3. Ke umntu omthandayo uThixo, uThixo unobudlelane naye.

1 Kwabasekorinte 8