1 Kwabasekorinte 7:5 Ibhayibhile (XHO96)

Musani ukwala ukuhlangana, ngaphandle kokuba nivumelene ukungahlangani okomzuzwana, nisenzela ukuba nibe nethuba lokuthandaza. Emva koko ke ze nibuye nihlangane, hleze uSathana anihende ngenxa yokungabi nako kwenu ukuzibamba.

1 Kwabasekorinte 7

1 Kwabasekorinte 7:1-8