1 Kwabasekorinte 7:36 Ibhayibhile (XHO96)

Malunga nabathembiseneyo ke, ukuba umfana unexhala lokuba wode ayihlazise intombi, eziva etshiseka, eqonda ukuba kuyimfuneko ukuba batshate, mabatshate ke njengoko afunayo, kuba akukho sono kuloo nto.

1 Kwabasekorinte 7

1 Kwabasekorinte 7:32-40