1 Kwabasekorinte 7:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kwabatshatileyo ndinomyalelo, ongenguwo owam, ongoweNkosi. Lo myalelo ke ngowokuba umfazi otshatileyo makangahlukani nendoda yakhe.

1 Kwabasekorinte 7

1 Kwabasekorinte 7:5-19