1 Kwabasekorinte 6:7 Ibhayibhile (XHO96)

Iyimposiso enkulu kambe kwainto yokuba nibe nemicimbi enimangalelana ngayo. Ngekungcono ukuba benivuma ukuba noniwe; ngekungcono ukuba benivuma ukuba niqhathwe.

1 Kwabasekorinte 6

1 Kwabasekorinte 6:2-14