1 Kwabasekorinte 6:1 Ibhayibhile (XHO96)

Xa kukho umntu phakathi kwenu onento afuna ukumangalela omnye ngayo, angathini ukusuka aye kummangalela enkundleni, ukuze ityala lakhe lithethwe ngabangengomakholwa? Kutheni le nto angalisi kumakholwa nje ityala lakhe?

1 Kwabasekorinte 6

1 Kwabasekorinte 6:1-2