1 Kwabasekorinte 5:12-13 Ibhayibhile (XHO96)

Asingomsebenzi wam ukubagweba abangengabo abebandla. Bagwetywa nguThixo bona. Kodwa ngumsebenzi wenu ukubagweba abebandla lenu, njengoko *iziBhalo zitshoyo ukuthi: “Ze nimsuse phakathi kwenu lowo ukhohlakeleyo.”

1 Kwabasekorinte 5

1 Kwabasekorinte 5:10-12-13