1 Kwabasekorinte 5:11 Ibhayibhile (XHO96)

Hayi, bendixela ukuba ningadibaniselani nosukuba ebizwa ngokuba likholwa, ukanti uyarheletya, okanye uyabawa, ukhonza izithixo, okanye uyanyelisa, linxila, okanye limenemene. Ewe, ze ningatyi nokutya oku nonjalo.

1 Kwabasekorinte 5

1 Kwabasekorinte 5:7-12-13