1 Kwabasekorinte 5:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiva kusithiwa kukho umbulo phakathi kwenu. Lowo ke ngumbulo onganyamezelekiyo naphakathi kweentlanga. Ndithetha lo wokuba umntu ahlalisane nomfazi kayise.

1 Kwabasekorinte 5

1 Kwabasekorinte 5:1-2