1 Kwabasekorinte 4:7 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ngubani othe wena ubalulekile kunabanye; iyintoni yona onayo ongayiphiwanga nguThixo? Phofu ke, ukuba uphiwe, uqhayiselani ngokungathi akuphiwanga?

1 Kwabasekorinte 4

1 Kwabasekorinte 4:3-13