1 Kwabasekorinte 3:18 Ibhayibhile (XHO96)

Makungabikho namnye uzikhohlisayo. Ukuba ubani kuni uba usisilumko kweli hlabathi, makabe “sisidenge” ukuze abe sisilumko ngenene.

1 Kwabasekorinte 3

1 Kwabasekorinte 3:8-23