1 Kwabasekorinte 3:12 Ibhayibhile (XHO96)

Kunokwakhiwa ngezinto ezahluka-hlukeneyo phezu kwesi siseko. Kunokwakhiwa ngegolide, ngesiliva, nangamatye anqabileyo; kunokwakhiwa ngamaplanga, ngengca, nangeendiza.

1 Kwabasekorinte 3

1 Kwabasekorinte 3:2-22