1 Kwabasekorinte 2:15-16 Ibhayibhile (XHO96)

15. Ke umntu okhokelwa nguMoya okunene uyakwazi ukuzicalula zonke izinto, kodwa yena ngokwakhe akanakuphengululwa ngabangakhokelwa nguMoya.

16. Kunjengoko zitshoyo iziBhalo ukuthi:“Ngubani na ozaziyo iingcamango zeNkosi;ingubani na onako ukuyicebisa?”Kaloku thina sicinga nto-nye noKrestu.

1 Kwabasekorinte 2