1 Kwabasekorinte 2:11 Ibhayibhile (XHO96)

Kanene yintoni na emntwini ebaziyo ubume bomntu, ingenguwo umoya womntu ongaphakathi kwakhe? Ngokunjalo nobume bukaThixo akukho namnye ubaziyo, ingenguye uMoya kaThixo.

1 Kwabasekorinte 2

1 Kwabasekorinte 2:8-16