1 Kwabasekorinte 16:21-24 Ibhayibhile (XHO96)

21. Ndiwubhala ngesam isandla lo mbuliso: Ndiyanibulisa mna Pawulos.

22. Nabani na ongayithandiyo iNkosi uqalekisiwe!“Marana tha” – O, Nkosi, yid' ufike!

23. INkosi uYesu mayibe nobubele kuni.

24. Ndinithanda xa ninonke ebudlelaneni bukaKrestu Yesu.

1 Kwabasekorinte 16