1 Kwabasekorinte 16:19 Ibhayibhile (XHO96)

Ayabulisa amabandla ephondo laseAsiya. UAkwila noPrisila, kwakunye nebandla elingenela emzini wabo, bayabulisa ngokwabantu beNkosi.

1 Kwabasekorinte 16

1 Kwabasekorinte 16:11-20