1 Kwabasekorinte 16:12 Ibhayibhile (XHO96)

Uwethu uApolo ndandimkhuthazile ukuba anihambele kunye namanye amakholwa, kodwa ke akakafuni kuza ngoku. Phofu ke uya kuza akulifumana ithuba.

1 Kwabasekorinte 16

1 Kwabasekorinte 16:11-22