1 Kwabasekorinte 16:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba kwenzekile uTimoti wagqitha ngapho, ze nincede nimamkele, atsho azive esekhaya. Kaloku naye usisicaka seNkosi njengam.

1 Kwabasekorinte 16

1 Kwabasekorinte 16:8-20