1 Kwabasekorinte 16:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ngokunxulumene nomnikelo wokunceda amakholwa akwaJuda, yenzani ngale ndlela ndandiwayalele ngayo amabandla aseGalati.

1 Kwabasekorinte 16

1 Kwabasekorinte 16:1-9