1 Kwabasekorinte 15:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kuba mna ndingoyena uphantsi kubo bonke abathunywa, akufanele nokuba kuthiwe ndingumthunywa, kuba ndalitshutshisa ibandla likaThixo.

1 Kwabasekorinte 15

1 Kwabasekorinte 15:8-11