1 Kwabasekorinte 15:6 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko ubonakele ngaxesha-nye nakubalandeli bakhe abangaphezu kwamakhulu amahlanu, abasekhoyo nangoku abaninzi babo, nakuba babhubhayo nje abanye.

1 Kwabasekorinte 15

1 Kwabasekorinte 15:3-8