1 Kwabasekorinte 15:39 Ibhayibhile (XHO96)

Inyama yezinto eziphilayo ayifani; ikho eyabantu, ikho neyezilwanyana, neyeentaka ikhona, kanti ikwakho neyeentlanzi. Xa iyonke ke ayifani.

1 Kwabasekorinte 15

1 Kwabasekorinte 15:38-40