1 Kwabasekorinte 15:29 Ibhayibhile (XHO96)

Kwakho kukho abo babhaptizwa endaweni yabafi. Bathemba ukuzuza ntoni ke ngaloo nto? Ukuba ke banyanisile xa bathi akukho luvuko lwabafileyo, bebhaptizwa nje endaweni yabafi, kutheni?

1 Kwabasekorinte 15

1 Kwabasekorinte 15:25-38