1 Kwabasekorinte 15:27 Ibhayibhile (XHO96)

kuba, njengoko zitshoyo *iziBhalo: “UThixo umoyisele zonke iintshaba.” Kucacile ke ukuba uThixo yena akabalwa xa kusithiwa “umoyisele zonke,” inguye nje kaloku omoyisele zonke iintshaba uKrestu.

1 Kwabasekorinte 15

1 Kwabasekorinte 15:23-32