1 Kwabasekorinte 15:21 Ibhayibhile (XHO96)

Njengoko ukufa kweza ngomntu, ngokukwanjalo novuko lwabafileyo luza kwangomntu.

1 Kwabasekorinte 15

1 Kwabasekorinte 15:13-28