1 Kwabasekorinte 15:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ludaba lukaThixo ke olo, enosindiswa ngalo ukuba nibambelele ngokuthe nkqi kulo ngale ndlela ndinishumayeza ngayo – ngele kokuba ke nafumana nakholwa lilize nje.

1 Kwabasekorinte 15

1 Kwabasekorinte 15:1-8