1 Kwabasekorinte 15:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoku ke, mawethu, ndithanda ukunikhumbuza ngeendaba ezimnandi zikaThixo endanishumayeza zona; ezo nazamkelayo, enimi nithe zinzi kuzo.

1 Kwabasekorinte 15

1 Kwabasekorinte 15:1-10