1 Kwabasekorinte 14:6 Ibhayibhile (XHO96)

Mawethu, kunganinceda ntoni ukuba ndithi xa ndifikile apho kuni ndithethe ngeelwimi? Nento le – ngaphandle kokuba ndiniphathele isityhilelo esivela kuThixo, ulwazi oluthile, okanye udaba olunefuthe likaMoya, kungenjalo imfundiso.

1 Kwabasekorinte 14

1 Kwabasekorinte 14:1-12